Umateyu 24:16-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. ngelo xesha mabathi abakwelakwa Yuda basabele ezintabeni.

17. Ophezu kwendlu makangehli aye kuthabatha into endlwini yakhe;

18. nosentsimini makangabuyeli emva aye kuthabatha iingubo zakhe.

19. Yeha ke, abamithiyo nabanyisayo ngaloo mihla!

20. Thandazani ke, ukuba intsabo yenu ingabi khona ebusika nangesabatha.

Umateyu 24