Umateyu 15:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bafike oko kuYesu abaseYerusalem ababhali nabaFarisi, besithi,

2. Kungani na ukuba abafundi bakho basigqithe isithethe samanyange? Kuba abazihlambi izandla zabo, xa badla isonka.

3. Waphendula ke yena wathi kubo, Nani, kungani na ukuba niwugqithe umthetho kaThixo ngenxa yesithethe senu?

Umateyu 15