Umateyu 13:46-48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

46. exabiso likhulu, wemka waya wananisa ngeento zonke abenazo, wayithenga.

47. Kanjalo ubukumkani bamazulu bufana nomnatha, owaphoswa elwandle, wahlanganisa kwiintlobo zonke;

48. abathe wakuzala bawurholela elunxwemeni; ke bakuhlala phantsi, bazibuthela ezintle ezityeni, bazilahla ke ezimbi.

Umateyu 13