Umateyu 11:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Yizani kum nonke nina nibulalekayo, nisindwayo ngumthwalo, ndoninika ukuphumla.

29. Thabathani idyokhwe yam niyithwale, nifunde kum; ngokuba ndinobulali, ndithobekile ngentliziyo; noyifumanela ukuphumla imiphefumlo yenu.

30. Kuba idyokhwe yam imnandi, nomthwalo wam ulula.

Umateyu 11