Umarko 5:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bafika phesheya kolwandle kummandla wabaseGadara.

2. Akuba ephumile emkhombeni, wahlangatyezwa kwaoko ngumntu onomoya ongcolileyo,

3. ephuma emangcwabeni, obehlala emangcwabeni apho. Kwaye kungekho bani unako ukumbopha nangemixokelelwane;

Umarko 5