Umarko 2:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwakuba ntsuku, wabuya wangena eKapernahum; kwavakala ukuba usekhaya,

2. Kwaoko kwahlanganisana into eninzi yabantu, ngokokude kungabi sabakho kukhwelelana, nakule mimandla isemnyango; wayelithetha ke kubo ilizwi.

3. Kuthi kufike kuye abantu bezisa onedumbe, ethwelwe ngabané.

Umarko 2