Umarko 16:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Waya yena wabikela ababenaye, bakubon' ukuba bakhedamile, bayalila.

11. Basuka nabo, bakuva ukuba uhleli, nokuba ukhe wabonwa nguye, àbakholwa.

12. Emveni koko ke, wabonakaliswa ngesinye isimo kwababini bakubo, behamba besinga emaphandleni.

Umarko 16