Kumahebhere 7:8-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Kananjalo apha okunene ngabantu abanokufa, abathabatha isishumi; kodwa khona apho ngongqinelweyo ukuba udla ubomi.

9. Ukutsho ke ndithi, kubangwe ngoAbraham isihumi nakuLevi, lo wamkelayo izishumi;

10. kuba ubesesinqeni sikayise, oko uMelkitsedeke wamhlangabezayo.

Kumahebhere 7