Kumahebhere 13:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Uthando lobuzalwana maluhlale luhleli.

2. Musani ukukulibala ukubuka iindwendwe; kuba ngokwenjenjalo inxenye ibuke izithunywa zezulu, ingazi.

3. Bakhumbuleleni abakhonkxiweyo, ninge nikhonkxiwe nani; nabo ke baphathwa kakubi, njengokuba nisemzimbeni nani.

Kumahebhere 13