Izenzo 3:3-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

3. eyathi, yakubona uPetros noYohane beza kungena etempileni, yacela ukuba bayilize.

4. Uthe ke uPetros, enoYohane, eqwalasele kuyo wathi, Khangela kuthi apha.

5. Yabagqala ke, ilinde ukwamkela into kubo.

6. Wathi ke uPetros, Isilivere negolide andinayo, kodwa endinako ndikunika khona: egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.

Izenzo 3