Izenzo 10:40-42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

40. Yena lowo uThixo wamvusa ngomhla wesithathu, wenza ukuba abonakale,

41. kungekubo abantu bonke, kukumangqina abenyuliwe ngenxa engaphambili nguThixo: kuthi thina, sadlayo saselayo naye emveni kokuvuka kwakhe kwabafileyo.

42. Wasithethela ngelithi, masivakalise ebantwini, siqononondise ukuba yena nguye omisiweyo nguThixo, ukuba abe ngumgwebi wabaphilileyo nabafileyo.

Izenzo 10