Isityhilelo 21:26-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

26. Baya kuzisa uzuko nembeko yeentlanga ezo kuwo.

27. Akusayi kungena kuwo nanye into eyenza inqambi, eyenza isikizi, nobuxoki; ábaya kungena ngabo bodwa babhalwe encwadini yobomi yeMvana.

Isityhilelo 21