Inumeri 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathetha uYehova kuMoses nakuAron, esithi,

2. Libale inani loonyana bakaKehati abaphakathi koonyana bakaLevi ngokwemizalwane yabo, ngokwezindlu zooyise,

Inumeri 4