1. Yiyo le inzala ka-Aron noMoses, mini uYehova wathethayo noMoses entabeni yaseSinayi.
2. Ngawo la amagama oonyana baka-Aron: owamazibulo nguNadabhi, noAbhihu, uElazare, noItamare.
3. Ngawo lawo amagama oonyana baka-Aron, ababingeleli abathanjiswáyo, bamiselwa ukuba babe ngababingeleli.