Inumeri 13:10-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. kwisizwe sakwaZebhulon, ibinguGadiyeli, unyana kaSodi;

11. kwisizwe sakwaYosefu, esisisizwe sakwaManase, ibinguGadi, unyana kaSusi;

12. kwisizwe sakwaDan, ibinguAmiyeli, unyana kaGemali;

Inumeri 13