Imizekeliso 7:12-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Uthi ephandle, abe esezitratweni,Alale kufuphi neembombo zonke.

13. Wambamba ke, wamanga,Wayingwanyalala ubuso; wathi kuye,

14. Imibingelelo yoxolo ibiphezu kwam,Namhla ndizizalisile izibhambathiso zam.

15. Ngenxa yoko ndiphumé ndeza kukukhawulela,Ndihle ndakufuna ubuso bakho; ndikufumene ke.

16. Umandlalo wam ndiwandlele ngemiqamelo,Ngeengubo ezimfakamfele zoluko lwaseYiputa;

Imizekeliso 7