Imizekeliso 30:25-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Iimbovane ngabantu abangenamandlaKanti zilungisa ukudla kwazo ehlotyeni;

26. Iimbila ngabantu abangòmeleleyo,Kanti zimisa izindlu zazo emaweni;

27. Iinkumbi azinakumkani,Kanti ziphuma zingamaqela ngamaqela zonke;

28. Icilitshe ùnako ukulibamba ngezandla,Kanti lisemabhotweni ookumkani.

Imizekeliso 30