12. Kukho isizukulwana esihlambulukileyo kwawaso amehlo,Esingahlanjwanga ekungcoleni kwaso;
13. Kukho isizukulwana, hayi, ukuqwayinga kwamehlo aso,Ukuziphakamisa kweenkophe zaso!
14. Kukho isizukulwana esimazinyo angamakrele, simabamba azizitshetsheZokudla iintsizana ehlabathini, namahlwempu phakathi kwesintu.