Imizekeliso 28:16-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Hayi, ingànga iswele ukuqonda, enokucudisa okuninzi!Othiye inzuzo embi wolula imihla yakhe.

17. Umntu onovalo ngegazi lomphefumloUsabela nasemhadini; makangabanjezelwa.

18. Ohamba ngengqibelelo uya kusindiswa,Ke umjibilizi ondlela mbini weyela okukanye.

19. Owusebenzayo umhlaba wakhe uya kuhlútha sisonka;Osukela izinto ezingento uya kuhlútha bubuhlwempu.

Imizekeliso 28