Imizekeliso 22:24-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Musa ukuqhelana nomntu onomsindo,Ungahambi nendoda enobushushu,

25. Hleze ufunde iindlela zayo,Urhintyelise umphefumlo wakho.

26. Musa ukuba phakathi kwababambana nomnye ngesandla,Phakathi kwabamela into ebolekiweyo.

27. Ukuba ùthe akwaba nanto yakuhlawula,Yini na ukuba athabathe ukhuko lwakho phantsi kwakho?

Imizekeliso 22