Imizekeliso 20:22-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Musa ukuthi, Ndiya kubuphindezela ububi;Thembela kuYehova, wókusindisa.

23. Ngamasikizi kuYehova amatye ngamatye;*Nesikali* esikhohlisayo asilungile.

24. Kuvela kuYehova ukunyathela kwendoda;Umntu angáthini na ukuyiqonda indlela yakhe?

25. Sisirhintyelo emntwini ukufumana athi, Ingcwele,Aze aqale emva kwesibhambathiso, aphicothe.

Imizekeliso 20