Imizekeliso 2:18-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Kuba útshona ekufeni nendlu yakhe,Nemikhondo yakhe itshonela kwabangasekhoyo;

19. Bonke abangénayo kuye ababuyi,Abafiki kumendo wobomi:

20. Ukuze uhambe ngendlela yabalungilyo,Ugcine umendo wamalungisa.

21. Ngokuba abathe tye baya kulíma ilizwe,Basale kulo abagqibeleleyo,

Imizekeliso 2