Imizekeliso 19:7-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Bonke abazalwana behlwempu balithiyile;Zibeka phi na izihlobo ukuya kude kulo!Lisukela amazwi angento.

8. Orhweba ubulumko uthanda umphefumlo wakhe;Ogcina ingqondo uya kufumana okulungileyo.

9. Ingqina elixokayo alibi msulwa;Ofutha amanga uyatshabalala.

Imizekeliso 19