Imizekeliso 10:22-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Intsikelelo kaYehova, yiyo etyebisayo,Imbulaleko àyongezi nento kuyo.

23. Ukwenza amanyala kunjengokudlala kwisidenge;Ubulumko bunjengokudlala, kwindoda enengqondo.

24. Into anxunguphala yiyo ongendawo, yiyo emfikelayo;Akunqwenelayo amalungisa aya kunikwa.

25. Kwakugqitha isaqhwithi, akabikho ongendawo;Ke lona ilungisa luseko lwaphakade.

Imizekeliso 10