Imizekeliso 1:22-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Kunini na, ziyathandini, nithanda ubuyatha,Abagxeki befuna ukugxeka,Izinyabi zithiya ukwazi?

23. Nithe nabuyela ekohlwayeni kwam,Niyabona, ndowumpompozisela kuni umoya wam,Ndonazisa amazwi am.

24. Ngokokuba ndinibizile, anavuma,Ndolulé isandla sam, akwabakho ukhathalayo;

25. Nesuka naliyeka necebo lam lonke,Anavuma ndakunohlwaya.

Imizekeliso 1