Ilevitikus 24:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Umntu xa athe wamlimaza ummelwane wakhe, njengoko enze ngako, makwenziwe ngako kuye:

20. ukwaphulwa ngokwaphulwa, iliso ngeliso, izinyo ngezinyo. Njengoko amlimazileyo umntu, makwenziwe ngoko kuye.

21. Obethe inkomo yafa, woyimisela; ke obethe umntu wafa makabulawe.

Ilevitikus 24