Iindumiso 9:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndiya kubulela kuYehova ngentliziyo yam yonke;Ndiya kuyibalisa yonke imisebenzi yakho ebalulekileyo.

2. Ndiya kuvuya ndidlamke ngawe;Ndiya kulibethela uhadi igama lakho,Wena usenyangweni.

Iindumiso 9