Iindumiso 89:30-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

30. Ukuba bathe oonyana bakhe bawulahla umyalelo wam,Àbahamba ngamasiko am;

31. Ukuba bathe bayihlambela imimiselo yam,Àbayigcina imithetho yam:

32. Ndoluvelela ukreqo lwabo ngentonga,Nobugwenxa babo ngemivumbo.

33. Ke yona inceba yam andiyi kuyaphula kuye,Ndingaxoki ekuthembekeni kwam.

Iindumiso 89