Iindumiso 85:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Inyaniso iya kuntshula emhlabeni,Ubulungisa buqondele busemazulwini.

12. Kananjalo uYehova uya kusinika okulungileyo,Ilizwe lethu lisinike indyebo yalo.

13. Ubulungisa buya kuhamba phambi kwakhe,Buyigqale ngentliziyo indlela yokunyathela kwakhe.

Iindumiso 85