Iindumiso 80:17-19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Isandla sakho masibe phezu komfo wesandla sakho sokunene,Phezu koonyana babantu, ozizimaseleyo ngokwakho.