Iindumiso 78:18-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

18. Bamlinga uThixo ngentliziyo yabo,Ngokuwubizela umphefumlo wabo ukudla.

19. Bathetha ngoThixo, bathi,Únako na uThixo ukulungisa isithebe entlango?

20. Yabona, walibetha iliwa, abaleka amanzi,Yakhukula nemilanjana;Wóba nako na nokubanika ukutya,Nokubalungiselela inyama abantu bakhe?

Iindumiso 78