Iindumiso 76:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Waziwa kwaYuda uThixo,Likhulu kwaSirayeli igama lakhe. Umnquba wakhe waba seSalem,Nekhaya lakhe eZiyon.