Iindumiso 75:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Siyabulela kuwe, Thixo, siyabulela;Lisondele igama lakho;Babalisa imisebenzi yakho ebalulekileyo.

2. Ngokuba ùthi, Ndiya kwenza ngexesha elimisiweyo,Mna ndiya kugweba ngokuthe tye.

Iindumiso 75