Iindumiso 74:16-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Yeyakho imini, bobakho nobusuku;Nguwe owalungisa ukukhanya nelanga.

17. Nguwe owamisa yonke imida yehlabathi;Ihlobo, nobusika, nguwe owazibumbayo ezo zinto.

18. Khumbula oku; utshaba lungcikiva uYehova,Abantu abanobudenge baligibile igama lakho.

Iindumiso 74