Iindumiso 73:9-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Bawubeka ezulwini umlomo wabo,Ulwimi lwabo luhamba emhlabeni wonke.

10. Ngako oko abantu babo babuyela apha;Bafinca amanzi amaninzi.

11. Bathi, Únokuthini na ukwazi uThixo?Kukho ukwazi na kOsenyangweni?

12. Yabona abangendawo abayáBanokuchulumacha ngonaphakade, bandile ngokutyeba.

Iindumiso 73