Iindumiso 73:24-27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Ùya kundikhapha ngecebo lakho.Undithabathe emveni koku, ndibe nozuko.

25. Ndinabani na emazulwini?Ukuba wena ungowam, andilinanze nganto ihlabathi.

26. Ingáphela inyama yam nentliziyo yam:Iliwa lentliziyo yam, nesabelo sam, nguThixo ngonaphakade.

27. Ngokuba, yabona, abanyawukileyo kuwe baya kudaka;Uyababhangisa bonke abahenyuzayo, bemke kuwe.

Iindumiso 73