Iindumiso 63:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thixo, ùnguThixo wam, ndiya kukuquqela kwakusasa,Umphefumlo wam unxanele wena; inyama yam iyakulangazelelaEzweni elingumqwebedu, elibharhileyo, eligenamanzi.

2. Ndenjénjalo ukukhangela kuwe engcweleni,Ukuba ndibone amandla akho nobuqaqawuli bakho.

Iindumiso 63