Iindumiso 56:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. Ndikholosé ngoThixo, ndingoyiki;Únokundenza ntoni na umntu?

12. Ziphezu kwam, Thixo, izibhambathiso zakho;Ndiya kuyizalisa kuwe imibingelelo yombulelo.

13. Ngokuba uwuhlangule ekufeni umphefumlo wam,Iinyawo zam ekukhubekeni,Ukuba ndihambe phambi koThixoEkukhanyeni kobomi.

Iindumiso 56