Iindumiso 54:6-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

6. Ndiya kubingelela kuwe ngokuqhutywa yintliziyo;Ndiya kubulela kwigama lakho, Yehova, kuba lilungile.

7. Ngokuba lindihlangule embandezelweni yonke;Iliso lam libonela iintshaba zam.

Iindumiso 54