Iindumiso 50:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

19. Umlomo wakho ùwuyekela ebubini;Ulwimi lwakho luthungela inkohliso;

20. Ùthi uhlale uthethe ngomzalwana wakho,Uhlaze umntwana kanyoko.

21. Ùzenzile ezo nto, ndathi tu,Waba ndinjengawe.Ndiya kukohlwaya ndizicwangcise emehlweni akho.

Iindumiso 50