Iindumiso 49:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yivani oku, nina nonke zizwe;Bekani indlebe, nina nonke, bemi beli phakade,

2. Nina nyana boluntu, nani nyana bamadoda,Nina zityebi, nani mahlwempu kunye.

Iindumiso 49