Iindumiso 38:21-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Musa ukundishiya, Yehova;Thixo wam, musa ukuba kude nam. Khawuleza undincede,Nkosi yam, Msindisi wam.