Iindumiso 21:6-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

6. Ngokuba umenze waba yintsikelelo ngonaphakade,Ùmvuyisa ngovuyo ebusweni bakho.

7. Ngokuba ukumkani ukholose ngoYehova,Ngenceba yOsenyangweni akayi kushukunyiswa.

8. Isandla sakho siya kuzifumana zonke iintshaba zakho,Esokunene sakho siya kubafumana abakuthiyayo.

Iindumiso 21