Iindumiso 18:19-21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Wandikhuphela endaweni ebanzi,Wandihlangula, ngokuba endithandile. UYehova wandiphatha kakuhle ngokobulungisa