19. Úyayenza into ekholekileyo kwabamoyikayo,Akuve ukuzibika kwabo, abasindise.
20. UYehova ungumgcini wabo bonke abamthandayo,Abatshabalàlise bonke abangendawo.
21. Umlomo wam mawuthethe indumiso kaYehova,Inyama yonke ilibonge igama lakhe elingcwele ngonaphakade kanaphakade.