Iindumiso 144:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Makabongwe uYehova, uliwa lam,Ulofundisa izandla zam ukulwa,Iminwe yam imfazwe.

2. Unceba yam, umboniselo yam,Ungxonde yam, umsindisi wam, mna lo;Ungweletshetshe yam, undizímela ngaye;Ulonyathelela abantu bam phantsi kwam.

3. Yehova, úyintoni na umntu, le nto umaziyo?Unyana womfo, le nto umnyamekelayo?

Iindumiso 144