Iindumiso 12:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Wena, Yehova, uya kubagcina,Ùya kubalondoloza kwesi sizukulwana ngonaphakade.

8. Abangendawo bahambahamba ngeenxa zonke,Xa kuphakanyiswe abangeni phakathi koonyana babantu.

Iindumiso 12