Iindumiso 119:4-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ùzimisile iziyalezo zakho,Ukuba zigcinwe kunene.

5. Azaba iindlela zam bezibhekiselweUkugcina imimiselo yakho!

6. Bendingayi kudana keEkubhekeni kwam kwimithetho yakho yonke.

7. Ndiya kubulela kuwe ngentliziyo ethe tye,Ekuzifundeni kwam izigwebo zobulungisa bakho.

8. Ndiya kuyigcina imimiselo yakho,Musa ukundishiya kuphele.

Iindumiso 119