Iindumiso 119:4-6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ùzimisile iziyalezo zakho,Ukuba zigcinwe kunene.

5. Azaba iindlela zam bezibhekiselweUkugcina imimiselo yakho!

6. Bendingayi kudana keEkubhekeni kwam kwimithetho yakho yonke.

Iindumiso 119