Iindumiso 118:28-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. ÙnguThixo wam, ndiya kubulela kuwe;ÙnguThixo wam, ndiya kukuphakamisa.

29. Bulelani kuYehova, ngokuba elungile,Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

Iindumiso 118